Гуру Песен Популярное
А Б В Г Д Е Ж З И К Л М Н О П Р С Т У Ф Х Ц Ч Ш Э Ю Я
# A B C D E F G H I J K L M N O P Q R S T U V W X Y Z

thandiswa - lahlumlenze | Текст песни

Verse 1
Oh yindaba kabani le, (yindaba kaban’ umandilahlumlenze, yindaba kabani) x3
Yindaba kabani le, (yindaba kaban’ umandilahlumlenze, yindaba kabani) x2
Yindaba kabani le!
Verse 2
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu, (Ayhehaaaa…)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu, (Halalaaa…)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu, (Yohaaa…)
Ndinebhongo, ndiyaziqhenya ngawe mzontsundu
Verse 3
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaaa…)
Thina siphila ngengoma, (Awu yebo)
Thina siphila ngengoma, (Oyha ohaaa…)
Thina siphila ngengoma
Verse 4
Naphila kanjani na, siphila ngengoma, (Yhe uwooo…)
Naphila kanjani na, siphila ngengoma
Bridge
Appleseed
Let the music play on
Let the music play on, on and on and on! (x2)
Oh yindaba kabani (x3)
Yindaba kabani (x2)

Repeat Verse 1
Repeat Verse 3
Yindaba kabani (x3)
Xa ndi, xandilahl’umlenze
Yindaba kabani (x3)
Xa ndilahl’umlenza (x2)

thandiswa еще тексты


Оценка текста
Статистика страницы на pesni.guru ▼
Просмотров сегодня: 1
Видео
  • Thandiswa Mazwai - Lahl Umlenze Thandiswa Mazwai - Lahl Umlenze
    Thandiswa Mazwai - Lahl Umlenze. ... Thandiswa Mazwai - Lahlu'mlenze (Dance ...
  • Thandiswa Mazwai - Lahlu'mlenze (Dance ... Thandiswa Mazwai - Lahlu'mlenze (Dance ...
    Thandiswa Mazwai - Lahlu'mlenze (Dance) English lyrics ... Music. "Lahlumlenze (Remix ...